iziXhobo zokufezekisa injongo ngemali

10X Investments encedisana ne podcast Epokothweni with Babalwa Nonkenge yona efundisa ngokuphathwa kakuhle kwemali ngendlela efikelelekayo ngolwimi lwesixhosa ukwenza iziqendu zentlanu ezigxininisa kumba wokonga nokutyala imali.

Ezimfundiso zenziwa ngo dliwano ndlebe kunye nengcaphephe zakwa 10X investments. Kwenziwa oku ngenxa yenjongo yabakwa 10X ekukuba kunikwe bonke abemi beli lomzantsi Afrika izixhobo zokufezekisa injongo abanazo ngemali.

Beka imali bucala

Isiqendu sokuqala yincoko phakhathi ko Babalwa Nonkenge kunye no Asavela Gwele oyi Investment Consultant malunga nokubaluleka bokuziqhelisa ukuba ubani abeke imali bucala rhoqo elungiselela umhla ka xakeka kwakunye nezinye injongo anothi abenazo. Kulencoko u Asavela ucacisa malunga nokubaluleka kokuzifundisa malunga nokukhetha eyona ndlela elungele ukubeka imali ngendlela yokuzilungiselela ukuba ungaxhomekeki kwabanye abantu. 

Lencoko ungayibukela ku Youtube:



Get investment and saving tips straight to your inbox.

Related articles

Long-term investing for dummies

Don’t you love simple? When it says “plug and play” on the box, and not “read the instructions caref...

Financial Times article: Alarm bells ring for active fund managers

A week after The Economist announced the “Death of the fund manager” on its front page, Monday’s Fin...

Low average investor returns are NOT evidence of poor market timing

“If I have noticed anything over these 60 years on Wall Street, it is that people do not succeed in...

Get started or switch to 10X today.